IsiXhosa Competition As part of the university's language development plan, MEP is running a UCT IsiXhosa Literary and Performance Competition for the development and promotion of IsiXhosa.
Ngenela ngoMbongo okanye iMonologi Umxholo Umxholo/Theme Iminyaka engama-30 YeNkululeko/30 Years of Democracy & Beyond Ungabhala nangawuphi na umxholwana phantsi kwalo. Akunyanzelekanga ugxile kupolotiki kuphela. Warning message Le fomu yeyabantu abafuna ukungenela ukhuphiswano lwesiXhosa lwaseUCT. Abangeneli kufuneka bangenise umbongo okanye i-monolgue okanye zombini. Funda imithetho yokhuphiswano phambi kokuba ungenele: http://vediologger.lnkiy.in/Imithetho-Rules Igama/Name Ifani/Surname Institution Staff/Student Number I-imeyili/Email address Umbongo/Poem Imonologi/Monologue Information message Kunyanzelekile ufake umbongo okanye imonologi ngePDF okanye ngevidiyo. Umbongo/Poem/Monologue Script & Description pdf Poem (no more than 30 lines) Monologue 5-line character brief, 2-line scene description & script (25 -30 lines) Imonologi/Monologue/Umbongo vid One file only.40 MB limit.Allowed types: avi, mov, mp4, ogg, wav, webm.1 GB limit per form.